-
Mateyu 2:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 Kwaye xa bangena endlwini bambona umntwana oselula ekunye noMariya unina, bawa phantsi, baqubuda kuye. Bavula nobuncwane babo baza bampha izipho, igolide nentlaka yokuqhumisa nemore.
-