Levitikus 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+ Numeri 33:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Yaye kothi kanye njengoko ndicinge ukwenza kubo ndenjenjalo nakuni.’”+ Duteronomi 28:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 “Zoza ke ngokuqinisekileyo phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke,+ zikusukele, zikufumane ude ubhubhe,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba uyigcine imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe akuyalele yona.+
17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+
45 “Zoza ke ngokuqinisekileyo phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke,+ zikusukele, zikufumane ude ubhubhe,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba uyigcine imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe akuyalele yona.+