1 Samuweli 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ke, kamsinya nje akugqiba ukuthetha kuSawule, wona kanye umphefumlo kaYonatan+ wabophana+ nomphefumlo kaDavide, waza uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.+ 2 Samuweli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.” 2 Samuweli 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukumkani waba nemfesane kuMefibhoshete+ unyana kaYonatan unyana kaSawule ngenxa yesifungo+ sikaYehova esasiphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.
18 Kwathi ke, kamsinya nje akugqiba ukuthetha kuSawule, wona kanye umphefumlo kaYonatan+ wabophana+ nomphefumlo kaDavide, waza uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.+
4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.”
7 Noko ke, ukumkani waba nemfesane kuMefibhoshete+ unyana kaYonatan unyana kaSawule ngenxa yesifungo+ sikaYehova esasiphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.