Duteronomi 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ukuze ingaphakami intliziyo yakhe phezu kwabazalwana bakhe,+ angatyeki emyalelweni aye ekunene okanye ekhohlo,+ aze ayolule imihla yakhe ebukumkanini+ bakhe, yena noonyana bakhe phakathi kukaSirayeli. 1 Samuweli 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+
20 ukuze ingaphakami intliziyo yakhe phezu kwabazalwana bakhe,+ angatyeki emyalelweni aye ekunene okanye ekhohlo,+ aze ayolule imihla yakhe ebukumkanini+ bakhe, yena noonyana bakhe phakathi kukaSirayeli.
28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+