IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ekugqibeleni wathi uYehova kuSamuweli: “Kuya kude kube nini na uzilile ngenxa kaSawule,+ ngoxa mna, kwelinye icala, ndimgatyile ekulawuleni njengokumkani phezu koSirayeli?+ Zalisa uphondo lwakho ngeoli+ uze uhambe. Ndiya kukuthumela kuYese+ waseBhetelehem, ngenxa yokuba ndizilungiselele ukumkani phakathi koonyana bakhe.”+

  • 2 Samuweli 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke bona ububele bam bothando, abuyi kumka kuyo njengoko ndabushenxisayo kuSawule,+ endamshenxisayo ngenxa yakho.

  • INdumiso 78:70
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 70 Ngoko wakhetha uDavide umkhonzi wakhe+

      Wamthabatha kubuhlanti bomhlambi.+

  • INdumiso 89:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ndifumene uDavide umkhonzi wam;+

      Ndimthambisile ngeoli yam engcwele,+

  • IZenzo 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share