IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+

  • 2 Samuweli 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kokubini izolo nangaphambili+ ngoxa uSawule wayengukumkani phezu kwethu, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli.+ NoYehova wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ kaSirayeli.’”

  • 2 Samuweli 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli.

  • 1 Kronike 28:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Koko uYehova uTHIXO kaSirayeli wandinyula kuyo yonke indlu kabawo+ ukuba ndibe ngukumkani+ kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo; kuba yayinguYuda awamnyula njengenkokeli,+ yaye endlwini kaYuda indlu kabawo,+ phakathi koonyana bakabawo,+ wakholiswa ndim,+ ukuba andenze ukumkani kuSirayeli wonke;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share