1 Samuweli 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umele uhle phambi kwam uye eGiligali;+ yaye, khangela! ndiyehla ndiza kuwe ukuza kunikela imibingelelo etshiswayo, ukwenza imibingelelo yobudlelane.+ Ufanele ulinde imihla esixhenxe+ de kube kukuza kwam kuwe, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukwazisa oko ufanele ukwenze.” Yeremiya 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+ Yeremiya 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba ndabaluleka ngokunzulu ookhokho benu ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa+ kude kuse kule mini, ndivuka ekuseni, ndibaluleka, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam.”+
8 Umele uhle phambi kwam uye eGiligali;+ yaye, khangela! ndiyehla ndiza kuwe ukuza kunikela imibingelelo etshiswayo, ukwenza imibingelelo yobudlelane.+ Ufanele ulinde imihla esixhenxe+ de kube kukuza kwam kuwe, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukwazisa oko ufanele ukwenze.”
23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+
7 Kuba ndabaluleka ngokunzulu ookhokho benu ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa+ kude kuse kule mini, ndivuka ekuseni, ndibaluleka, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam.”+