IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “‘Okanye ukuba umphefumlo uthethe ungacinganga+ ngemilebe yawo, wafunga ukwenza okubi+ okanye ukwenza okulungileyo, nangantoni na asenokuyithetha aze enze isifungo ngayo umntu engacinganga,+ ungazi, waza wabuya wakwazi oko, woba netyala lenye yezo zinto.

  • Numeri 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Xa athe umntu wenza isibhambathiso+ kuYehova okanye wafunga isifungo+ sokuwubopha ngesibhambathiso sokuzila+ umphefumlo wakhe, makangalaphuli ilizwi lakhe.+ Makenze ngokwako konke okuphume emlonyeni wakhe.+

  • ABagwebi 21:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke kaloku amadoda akwaSirayeli ayefungile eMizpa,+ esithi: “Ayikho indoda kuthi eya kunikela intombi yayo kuBhenjamin njengomfazi.”+

  • IMizekeliso 20:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kungumgibe emntwini wasemhlabeni ukudanduluka ngobutyhuthu-tyhuthu athi, “Ingcwele!”+ yaye emva kwesibhambathiso+ atyekele ekwenzeni uhlolisiso.+

  • INtshumayeli 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Musa ukuvumela umlomo wakho uyonise inyama yakho,+ ungatsho naphambi kwengelosi+ ukuthi oko bekuyimpazamo.+ Kutheni uTHIXO oyinyaniso efanele acaphuke ngenxa yelizwi lakho aze awonakalise umsebenzi wezandla zakho?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share