-
2 Samuweli 6:20INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
20 Ke kaloku uDavide wabuya ukuze asikelele indlu yakhe,+ yaye uMikali,+ intombi kaSawule, waphuma wahlangabeza uDavide waza ke wathi: “Hayi indlela athe wazizukisa ngayo ukumkani wakwaSirayeli namhlanje+ xa athe wazityhila namhlanje emehlweni amakhobokazana abakhonzi bakhe, kanye njengoko ezityhila omnye wabantu abaziziphukuphuku!”+
-