ABagwebi 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo. 2 Samuweli 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+
6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo.
20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+