Numeri 27:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 eya kuphuma phambi kwabo, ingene phambi kwabo, ibakhuphe ize ibangenise,+ ukuze ingabi njengezimvu ezingenamalusi indibano kaYehova.”+ 2 Samuweli 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kokubini izolo nangaphambili+ ngoxa uSawule wayengukumkani phezu kwethu, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli.+ NoYehova wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ kaSirayeli.’” INdumiso 121:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova uya kukulinda ukuphuma kwakho nokungena kwakho+Ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo.+
17 eya kuphuma phambi kwabo, ingene phambi kwabo, ibakhuphe ize ibangenise,+ ukuze ingabi njengezimvu ezingenamalusi indibano kaYehova.”+
2 Kokubini izolo nangaphambili+ ngoxa uSawule wayengukumkani phezu kwethu, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli.+ NoYehova wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ kaSirayeli.’”
8 UYehova uya kukulinda ukuphuma kwakho nokungena kwakho+Ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo.+