IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 xa ubawo wanilwelayo+ ewubeka esichengeni umphefumlo wakhe+ ukuze anihlangule kwisandla sikaMidiyan;+

  • ABagwebi 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndathi ndakubona ukuba aningobasindisi, ngoko ndazimisela ukuwubeka entendeni yam+ umphefumlo wam ndize ndiwele nxamnye noonyana baka-Amoni.+ Koko uYehova wabanikela esandleni sam. Ngoko kutheni na ukuba nize kulwa nam namhla?”

  • 1 Samuweli 28:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke kaloku umfazi lowo weza kuSawule waza wabona ukuba wayephazamiseke kakhulu. Ngoko wathi kuye: “Yabona, isicakakazi sakho silithobele ilizwi lakho, ndaza ndawubeka umphefumlo wam entendeni yam,+ ndawathobela amazwi owathethe kum.

  • INdumiso 119:109
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 109 Umphefumlo wam usentendeni yam rhoqo;+

      Kodwa umthetho wakho andiwulibalanga.+

  • IZenzo 20:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Noko ke, andiwugqali njengothandekayo+ kum umphefumlo wam, ukuba nje kuphela ndinokuligqiba ikhondo lam+ nobulungiseleli+ endabamkelayo+ beNkosi uYesu, ukunikela ubungqina obucokisekileyo kwiindaba ezilungileyo zobubele obungasifanelanga bukaThixo.+

  • Filipi 2:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 kuba ngenxa yomsebenzi weNkosi wajika ekufeni, ewubeka esichengeni umphefumlo wakhe,+ khon’ ukuze akwenzelele ngokupheleleyo ukungabikho kwenu apha ukuze ninikele inkonzo yobuqu kum.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share