ABagwebi 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Aza amadoda akwaEfrayim athi kuye: “Yintoni na le usenze yona ngokungasibizi xa usiya kulwa noMidiyan?”+ Azama ukuqhwaya ingxabano naye kabukhali.+ ABagwebi 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Aza amadoda akwaEfrayim abizelwa ndawonye yaye awelela ngasentla, athi kuYifeta: “Bekutheni ukuze uwele uye kulwa noonyana baka-Amoni, ungasibizi thina ukuba sihambe nawe?+ Indlu yakho siza kuyitshisa ngomlilo phezu kwakho.”+
8 Aza amadoda akwaEfrayim athi kuye: “Yintoni na le usenze yona ngokungasibizi xa usiya kulwa noMidiyan?”+ Azama ukuqhwaya ingxabano naye kabukhali.+
12 Aza amadoda akwaEfrayim abizelwa ndawonye yaye awelela ngasentla, athi kuYifeta: “Bekutheni ukuze uwele uye kulwa noonyana baka-Amoni, ungasibizi thina ukuba sihambe nawe?+ Indlu yakho siza kuyitshisa ngomlilo phezu kwakho.”+