2 Samuweli 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waqala ke ukumkani ukubuyela endlwini yakhe waza wafika eYordan. Ke yena uYuda, wafika eGiligali+ ukuze ahambe aye kuhlangabeza ukumkani, amweze ukumkani eYordan.
15 Waqala ke ukumkani ukubuyela endlwini yakhe waza wafika eYordan. Ke yena uYuda, wafika eGiligali+ ukuze ahambe aye kuhlangabeza ukumkani, amweze ukumkani eYordan.