IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba ingelosi yam yohamba phambi kwakho, ikufikise ngenene kuma-Amori namaHiti namaPerizi namaKanan namaHivi namaYebhusi, ndiwatshayele kuthi tu.+

  • Yoshuwa 15:63
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 63 Ke wona amaYebhusi+ awayehlala eYerusalem,+ oonyana bakaYuda abazange bakwazi ukuwagxotha;+ yaye amaYebhusi aqhubeka ehlala noonyana bakaYuda eYerusalem de kube namhla.

  • ABagwebi 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngapha koko, oonyana bakaYuda baqhubeka nemfazwe nxamnye neYerusalem+ baza bayithimba, kwaye bayixabela ngohlangothi lwekrele, yaye isixeko basitshisa ngomlilo.

  • ABagwebi 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bawagxothe amaYebhusi awayengabemi eYerusalem;+ kodwa amaYebhusi asaqhubeka ehlala noonyana bakaBhenjamin eYerusalem de kube namhla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share