Yoshuwa 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko ilanga lanqumama, nenyanga yema ngxi, de uhlanga lwaziphindezela kwiintshaba zalo.+ Akubhalwanga na encwadini kaYashare?+ Yaye ilanga laqhubeka limi ngxi phakathi ezulwini kwaye alizange lingxame ukutshona yangathi yimini iphela.+
13 Ngako oko ilanga lanqumama, nenyanga yema ngxi, de uhlanga lwaziphindezela kwiintshaba zalo.+ Akubhalwanga na encwadini kaYashare?+ Yaye ilanga laqhubeka limi ngxi phakathi ezulwini kwaye alizange lingxame ukutshona yangathi yimini iphela.+