2 Samuweli 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele. 1 Kronike 29:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,
12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele.
29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,