IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ekugqibeleni wathi uSamuweli kuYese: “Aphelele na apha amakhwenkwe?” Wathi ke yena: “Kude kube ngoku kushiyeke eyona incinane,+ yaye, khangela! idlisa izimvu edlelweni.”+ Wathi ke uSamuweli kuYese: “Thumela ize iziswe, ngenxa yokuba asiyi kuhlala phantsi sidle ide ifike apha.”

  • 1 Kronike 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli.

  • INdumiso 78:70
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 70 Ngoko wakhetha uDavide umkhonzi wakhe+

      Wamthabatha kubuhlanti bomhlambi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share