INdumiso 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+ INdumiso 50:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nindibize ngemini yokubandezeleka.+Ndiya kunihlangula, yaye niya kundizukisa.”+
7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+