IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wandula ke uYonatan waxabela ekampini yomkhosi+ wamaFilisti+ eyayiseGebha;+ yaye ke amaFilisti akuva oko. Ke yena uSawule, wathi makuvuthelwe isigodlo+ kulo lonke ilizwe, esithi: “AmaHebhere makeve!”

  • 2 Samuweli 18:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke kaloku uYowabhi wavuthela uphondo,+ ukuze bonke abantu babuye ekusukeleni uSirayeli; kuba uYowabhi wabanqanda abantu.

  • 2 Samuweli 20:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kwaoko umfazi lowo waya ngobulumko+ bakhe kubantu bonke, baza bayinqumla intloko kaShebha unyana kaBhikeri, bayiphosa kuYowabhi. Ke yena wavuthela isigodlo,+ baza ngoko bachithachitheka bemka kuso isixeko, ngamnye waya ekhayeni lakhe; uYowabhi yena wabuyela eYerusalem kukumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share