2 Kronike 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwandula kwafika ilizwi likaYehova kuShemaya+ umntu kaTHIXO oyinyaniso, lisithi: 2 Kronike 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko uShemaya+ umprofeti, weza kuRehobhoham neenkosana zakwaYuda ezazihlanganisene eYerusalem ngenxa kaShishaki, wathi kuzo: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Nina, nindishiyile,+ nam ndinishiyile+ ndininikele esandleni sikaShishaki.’”
5 Ngoko uShemaya+ umprofeti, weza kuRehobhoham neenkosana zakwaYuda ezazihlanganisene eYerusalem ngenxa kaShishaki, wathi kuzo: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Nina, nindishiyile,+ nam ndinishiyile+ ndininikele esandleni sikaShishaki.’”