Levitikus 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Nize ningebi,+ ningakhohlisi,+ yaye ningaqhubani ngobuxoki nezinxulumani zenu.+ Duteronomi 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Ke yena umprofeti ofane nje wacinga ukuthetha egameni lam ilizwi endingamyalelanga ukuba alithethe+ nothe wathetha egameni lathixo bambi,+ loo mprofeti umele afe.+ Yeremiya 29:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Thumela kubo bonke abantu abathinjiweyo,+ usithi, ‘Utsho uYehova ngokuphathelele uShemaya kaNehelam ukuthi: “Ngenxa yokuba uShemaya eniprofetele, kodwa mna ndingamthumelanga, kwaye uzame ukunenza nikholose ngobuxoki,+ Hezekile 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nesandla sam sinxamnye nabaprofeti ababona into engeyonyaniso nabavumisa ubuxoki.+ Abayi kuqhubeka bekho kwiqela lamakholwane+ abantu bam, abayi kubhalwa nakwincwadi yengxelo yendlu kaSirayeli,+ nakumhlaba wakwaSirayeli abayi kufika;+ ukuze nazi ukuba ndiyiNkosi enguMongami uYehova,+ Mateyu 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Baphapheleni abaprofeti+ bobuxoki abeza kuni ngezambatho zeegusha,+ kodwa ngaphakathi beziingcuka eziqwengayo.+ 2 Petros 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo. 1 Yohane 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Zintanda, musani ukuwakholelwa onke amazwi aphefumlelweyo,+ kodwa wavavanyeni amazwi aphefumlelweyo ukuze nibone enoba aphuma kuThixo kusini na,+ kuba kuye kwavela abaprofeti bobuxoki abaninzi ehlabathini.+
20 “‘Ke yena umprofeti ofane nje wacinga ukuthetha egameni lam ilizwi endingamyalelanga ukuba alithethe+ nothe wathetha egameni lathixo bambi,+ loo mprofeti umele afe.+
31 “Thumela kubo bonke abantu abathinjiweyo,+ usithi, ‘Utsho uYehova ngokuphathelele uShemaya kaNehelam ukuthi: “Ngenxa yokuba uShemaya eniprofetele, kodwa mna ndingamthumelanga, kwaye uzame ukunenza nikholose ngobuxoki,+
9 Nesandla sam sinxamnye nabaprofeti ababona into engeyonyaniso nabavumisa ubuxoki.+ Abayi kuqhubeka bekho kwiqela lamakholwane+ abantu bam, abayi kubhalwa nakwincwadi yengxelo yendlu kaSirayeli,+ nakumhlaba wakwaSirayeli abayi kufika;+ ukuze nazi ukuba ndiyiNkosi enguMongami uYehova,+
15 “Baphapheleni abaprofeti+ bobuxoki abeza kuni ngezambatho zeegusha,+ kodwa ngaphakathi beziingcuka eziqwengayo.+
2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo.
4 Zintanda, musani ukuwakholelwa onke amazwi aphefumlelweyo,+ kodwa wavavanyeni amazwi aphefumlelweyo ukuze nibone enoba aphuma kuThixo kusini na,+ kuba kuye kwavela abaprofeti bobuxoki abaninzi ehlabathini.+