IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 16:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa ukumkani wathi: “Ndinantoni na yakwenza nani,+ nina nyana bakaTseruya?+ Ngaloo ndlela myeke aqalekise,+ ngenxa yokuba uYehova ngokwakhe uthe kuye,+ ‘Mqalekise uDavide!’ Ngoko ngubani na ongathi, ‘Kutheni ukuze wenze ngaloo ndlela?’”+

  • 2 Samuweli 19:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa uDavide wathi: “Ndinantoni na yakwenza nani,+ nina bonyana bakaTseruya, ukuze nje nibe ngabachasi+ bam namhlanje? Kukho nabani na oya kubulawa namhlanje kwaSirayeli?+ Kuba andiyazi kakuhle na into yokuba namhlanje ndingukumkani phezu koSirayeli?”

  • 2 Kumkani 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UElisha wathi kukumkani wakwaSirayeli: “Ndinantoni na yakwenza nawe?+ Yiya kubaprofeti+ bakayihlo nakubaprofeti bakanyoko.” Kodwa ukumkani wakwaSirayeli wathi kuye: “Hayi, kuba uYehova ubabizile aba kumkani bathathu ukuze abanikele esandleni sikaMowabhi.”+

  • Mateyu 8:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+

  • Marko 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+

  • Yohane 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kodwa uYesu wathi kuye: “Ndinantoni yakwenza nawe, mfazi?+ Ilixa lam alikafiki.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share