Yona 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko uYehova uThixo wamisela umhlavuthwa, ukuba ube phezu kukaYona ukuze ube ngumthunzi phezu kwentloko yakhe, ukuze umhlangule kwimo yakhe eyintlekele.+ Yaye uYona waqalisa ukuba nemihlali kakhulu ngomhlavuthwa.
6 Ngako oko uYehova uThixo wamisela umhlavuthwa, ukuba ube phezu kukaYona ukuze ube ngumthunzi phezu kwentloko yakhe, ukuze umhlangule kwimo yakhe eyintlekele.+ Yaye uYona waqalisa ukuba nemihlali kakhulu ngomhlavuthwa.