IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 29:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yaye wafa aluphele,+ anelisekile, enobutyebi+ nozuko;+ yaye uSolomon unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+

  • Yobhi 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Umntu, ozelwe ngumfazi,+

      Unobomi obufutshane+ obuzele kukuphazamiseka.+

  • INtshumayeli 12:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Bayayoyika into ephakamileyo, nasendleleni bayankwantya. Yaye umthi wom-amangile uthwala iintyatyambo,+ nentethe iyazirhuqa, lize ligqabhuke iqunube, ngenxa yokuba umntu ehamba esiya endlwini yakhe ehlala ihleli+ nabenza isijwili bejikeleza isitrato;+

  • IZenzo 13:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kuba uDavide,+ kwelinye icala, wenza ukuthanda kukaThixo okucacileyo kwisizukulwana sakhe waza walala ekufeni yaye wabekwa kunye nookhokho bakhe, wakubona ukonakala.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share