Eksodus 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Uze ungamqalekisi uThixo,+ ungasiqalekisi nesikhulu ebantwini bakowenu.+ Levitikus 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko othetha kakubi ngegama likaYehova makabulawe afe.+ Indibano iphela yomgibisela ngamatye. Umphambukeli kwanoyinzalelwane yenu othe wathetha kakubi ngalo iGama makabulawe.+ Mateyu 26:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Ngoko umbingeleli omkhulu wakrazula izambatho zakhe zangaphezulu, esithi: “Unyelisile!+ Sisawafunelani na amangqina?+ Yabonani! Ngoku nikuvile ukunyelisa.+ IZenzo 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza uPawulos wathi: “Bazalwana, bendingazi ukuba ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+
16 Ngoko othetha kakubi ngegama likaYehova makabulawe afe.+ Indibano iphela yomgibisela ngamatye. Umphambukeli kwanoyinzalelwane yenu othe wathetha kakubi ngalo iGama makabulawe.+
65 Ngoko umbingeleli omkhulu wakrazula izambatho zakhe zangaphezulu, esithi: “Unyelisile!+ Sisawafunelani na amangqina?+ Yabonani! Ngoku nikuvile ukunyelisa.+
5 Waza uPawulos wathi: “Bazalwana, bendingazi ukuba ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+