INdumiso 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ummisele ukuba asikelelwe kakhulu ngonaphakade;+Umenza achulumance ngemihlali ebusweni bakho.+ INdumiso 72:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Igama lakhe malifikelele kwixesha elingenammiselo;+Malande phambi kwelanga igama lakhe,Mabazisikelele ngaye;+Zonke iintlanga mazibhengeze ukuba unoyolo.+
6 Kuba ummisele ukuba asikelelwe kakhulu ngonaphakade;+Umenza achulumance ngemihlali ebusweni bakho.+
17 Igama lakhe malifikelele kwixesha elingenammiselo;+Malande phambi kwelanga igama lakhe,Mabazisikelele ngaye;+Zonke iintlanga mazibhengeze ukuba unoyolo.+