Duteronomi 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+ 1 Kumkani 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokuphathelele indlu yakhe apho wayeza kuhlala khona, kwenye intendelezo,+ yayikude endlwini eseVerandeni. Yasetyenzwa kwangokunjalo. Yaye kwakukho indlu eyayifana nale Veranda awayakhela intombi kaFaro,+ uSolomon awayeyithathile. 1 Kumkani 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ yaya kweyayo indlu awayeyakhele yona. Kungoko awathi wakha iSiganga.+ 1 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UKumkani uSolomon wayethanda abafazi basemzini+ abaninzi kunye nentombi kaFaro,+ amaMowabhikazi,+ ama-Amonikazi,+ amaEdomikazi,+ amaSidonikazi+ namaHitikazi,+ Ezra 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuhambeni kwethuba uEzra umbingeleli waphakama waza wathi kuwo: “Nina nenze ngokungathembeki ngokuthi ninike abafazi basemzini+ indawo yokuhlala ukuze nongeze kwityala likaSirayeli.+ Nehemiya 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye le asinto ingazange iviwe na ukwenza bonke obu bubi bukhulu kangaka ngokungathembeki kuThixo wethu ngokuthabatha abafazi basemzini?”+
4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+
8 Ngokuphathelele indlu yakhe apho wayeza kuhlala khona, kwenye intendelezo,+ yayikude endlwini eseVerandeni. Yasetyenzwa kwangokunjalo. Yaye kwakukho indlu eyayifana nale Veranda awayakhela intombi kaFaro,+ uSolomon awayeyithathile.
24 Noko ke, intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ yaya kweyayo indlu awayeyakhele yona. Kungoko awathi wakha iSiganga.+
11 UKumkani uSolomon wayethanda abafazi basemzini+ abaninzi kunye nentombi kaFaro,+ amaMowabhikazi,+ ama-Amonikazi,+ amaEdomikazi,+ amaSidonikazi+ namaHitikazi,+
10 Ekuhambeni kwethuba uEzra umbingeleli waphakama waza wathi kuwo: “Nina nenze ngokungathembeki ngokuthi ninike abafazi basemzini+ indawo yokuhlala ukuze nongeze kwityala likaSirayeli.+
27 Kwaye le asinto ingazange iviwe na ukwenza bonke obu bubi bukhulu kangaka ngokungathembeki kuThixo wethu ngokuthabatha abafazi basemzini?”+