2 Kronike 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaphezu koko, uSolomon wathumela kuHiram+ ukumkani waseTire, esithi: “Kanye njengoko wawuqhubana noDavide+ ubawo waza waqhubeka umthumelela imithi yomsedare ukuba azakhele indlu yokuhlala,— 2 Kronike 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wahlabela mgama uHiram wathi: “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ owenza amazulu nehlabathi,+ ngenxa yokuba unike uDavide ukumkani unyana osisilumko, onamava engqiqo nokuqonda,+ oya kumakhela indlu uYehova nendlu yobukumkani bakhe.+
3 Ngaphezu koko, uSolomon wathumela kuHiram+ ukumkani waseTire, esithi: “Kanye njengoko wawuqhubana noDavide+ ubawo waza waqhubeka umthumelela imithi yomsedare ukuba azakhele indlu yokuhlala,—
12 Wahlabela mgama uHiram wathi: “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ owenza amazulu nehlabathi,+ ngenxa yokuba unike uDavide ukumkani unyana osisilumko, onamava engqiqo nokuqonda,+ oya kumakhela indlu uYehova nendlu yobukumkani bakhe.+