1 Kumkani 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokubhekele phaya, ecaleni kodonga lwendlu wakha macala onke isakhiwo esisecaleni, ecaleni kweendonga zendlu macala onke etempile nakwelona gumbi lingaphakathi,+ waza wenza amagumbi asecaleni+ macala onke. 2 Kronike 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wenza indlu yeYona Ngcwele,+ ubude bayo ngangobubanzi bendlu babuziikubhite ezingamashumi amabini, ububanzi bayo babuziikubhite ezingamashumi amabini;+ waza wayigubungela ngegolide entle engamakhulu amathandathu eetalente.
5 Ngokubhekele phaya, ecaleni kodonga lwendlu wakha macala onke isakhiwo esisecaleni, ecaleni kweendonga zendlu macala onke etempile nakwelona gumbi lingaphakathi,+ waza wenza amagumbi asecaleni+ macala onke.
8 Wenza indlu yeYona Ngcwele,+ ubude bayo ngangobubanzi bendlu babuziikubhite ezingamashumi amabini, ububanzi bayo babuziikubhite ezingamashumi amabini;+ waza wayigubungela ngegolide entle engamakhulu amathandathu eetalente.