IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wamisa iintsika+ zeveranda+ yetempile. Ngoko wamisa intsika yasekunene waza wayibiza ngokuba nguYakin igama layo, wandula ke wamisa intsika yasekhohlo waza wayibiza ngokuba nguBhohazi igama layo.

  • 2 Kumkani 25:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ukuphakama kwentsika nganye kwakuziikhubhite ezilishumi elinesibhozo,+ yaye iingqukuva+ ezaziphezu kwayo yayizezobhedu; yaye ukuphakama kweengqukuva kwakuziikubhite ezintathu; umnatha ophinyeneyo nerharnati+ macala onke phezu kweengqukuva, zazilubhedu; kwaye intsika yesibini yayikwanjalo phezu komnatha ophinyeneyo.

  • 2 Kronike 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula wenza phambi kwendlu iintsika ezimbini,+ eziziikubhite ezingamashumi amathathu anesihlanu ubude, neengqukuva+ ezaziphezu kwayo nganye yazo zaziziikubhite ezintlanu.

  • Yeremiya 52:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngokubhekisele kwiintsika, intsika nganye yayiziikubhite ezilishumi elinesibhozo ukuphakama,+ ijikelezwe ngumsonto oziikubhite ezilishumi elinesibini;+ ubungqingqwa bayo babuyiminwe emine, iholoholo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share