Eksodus 40:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba. Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+ 2 Kronike 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kwaye ababingeleli abazange bakwazi ukuma belungiselela ngenxa yelifu;+ kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaTHIXO oyinyaniso.
34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
14 kwaye ababingeleli abazange bakwazi ukuma belungiselela ngenxa yelifu;+ kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaTHIXO oyinyaniso.