IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 92:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ekuhlumeni kwabo bangendawo njengotyani+

      Nabo bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo betyatyamba,

      Oko kukuze babhujiswe ngonaphakade.+

  • Isaya 40:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ingca eluhlaza yomile, intyatyambo ibunile,+ ngenxa yokuba umoya kaYehova uvuthuze kuyo.+ Ngokuqinisekileyo abantu bayingca eluhlaza.+

  • Yakobi 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba lithi lakuphuma ligqatse ilanga, libubunise utyani, ivuthuluke intyatyambo yabo, nobuhle bembonakalo yabo yangaphandle butshabalale. Koba njalo ke nokuphelelwa kwesityebi kwiindlela zaso zobomi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share