INdumiso 102:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Imihla yam injengokoluka kwamathunzi,+Yaye mna ndomile njengotyani.+ Isaya 37:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye abemi bazo baya kuba nezandla ezibuthathaka;+Baya kunkwantya baze babe neentloni.+Baya kuba njengotyani basendle nengca eluhlaza ethambileyo,+Ingca eseluphahleni+ nesentsimini phambi komoya wasempuma.+
27 Yaye abemi bazo baya kuba nezandla ezibuthathaka;+Baya kunkwantya baze babe neentloni.+Baya kuba njengotyani basendle nengca eluhlaza ethambileyo,+Ingca eseluphahleni+ nesentsimini phambi komoya wasempuma.+