Yeremiya 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye abanye abantu ababeshiywe esixekweni, nabo baqhweshileyo ababephambukele kuye, nabanye abantu ababeshiyiwe, uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi+ wabathabathela ekuthinjweni eBhabhiloni.+ Yeremiya 40:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya emva kokuba wayendululwe eRama+ nguNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi, ekumthabatheni kwakhe ebotshiwe ngemixokelelwane phakathi kwabo bonke abathinjwa baseYerusalem nabakwaYuda, ababethatyathelwa ekuthinjweni eBhabhiloni.+
9 Yaye abanye abantu ababeshiywe esixekweni, nabo baqhweshileyo ababephambukele kuye, nabanye abantu ababeshiyiwe, uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi+ wabathabathela ekuthinjweni eBhabhiloni.+
40 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya emva kokuba wayendululwe eRama+ nguNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi, ekumthabatheni kwakhe ebotshiwe ngemixokelelwane phakathi kwabo bonke abathinjwa baseYerusalem nabakwaYuda, ababethatyathelwa ekuthinjweni eBhabhiloni.+