IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwangoko bakugqiba ukuyakha bazisa phambi kukakumkani noYehoyada yonke enye imali eyasalayo, baza benza impahla yendlu kaYehova, impahla yokulungiselela+ neyokwenza iminikelo neendebe+ nempahla yegolide+ neyesilivere; yaye kwabakho abanikela imibingelelo etshiswayo+ endlwini kaYehova rhoqo ngayo yonke imihla kaYehoyada.

  • 2 Kronike 36:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Zonke iimpahla,+ ezinkulu+ nezincinane, zendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane+ bendlu kaYehova nobuncwane bukakumkani+ nobeenkosana zakhe, yonk’ into wayizisa eBhabhiloni.

  • Ezra 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yonke impahla yegolide neyesilivere yayingamawaka amahlanu namakhulu amane. Wayizisa yonk’ into uSheshbhatsare,+ ekukhupheni kwakhe abantu ababethinjwe+ eBhabhiloni ebazisa eYerusalem.

  • Daniyeli 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ephenjelelwa yiwayini leyo,+ uBheleshatsare wathi makulandwe izitya zegolide nezesilivere+ ezathatyathwa nguNebhukadenetsare uyise etempileni eyayiseYerusalem, ukuze ukumkani, nezihandiba zakhe, namashweshwe akhe, nabafazi bakhe baseqadini basele ngazo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share