2 Kumkani 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngako oko wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi waya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amxabela+ uYehoram. 2 Kronike 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wahamba ngecebo labo,+ wahamba noYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli ukuya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ abatoli bamxabela uYehoram.+
28 Ngako oko wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi waya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amxabela+ uYehoram.
5 Wahamba ngecebo labo,+ wahamba noYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli ukuya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ abatoli bamxabela uYehoram.+