1 Kumkani 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye abo babesele basabela eAfeki,+ esixekweni; kwaye udonga lwawa phezu kwamadoda angamashumi amabini anesixhenxe amawaka awayesele.+ Ke yena uBhen-hadadi, wasaba+ waza ekugqibeleni wafika esixekweni kwelona gumbi lingaphakathi.+ 1 Kumkani 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UMikaya wathi: “Khangela! Uya kubona ukuba kungayiphi indlela ngaloo mini uya kungena ngayo kwelona gumbi lingaphakathi+ ukuze uzifihle.”+
30 Yaye abo babesele basabela eAfeki,+ esixekweni; kwaye udonga lwawa phezu kwamadoda angamashumi amabini anesixhenxe amawaka awayesele.+ Ke yena uBhen-hadadi, wasaba+ waza ekugqibeleni wafika esixekweni kwelona gumbi lingaphakathi.+
25 UMikaya wathi: “Khangela! Uya kubona ukuba kungayiphi indlela ngaloo mini uya kungena ngayo kwelona gumbi lingaphakathi+ ukuze uzifihle.”+