Duteronomi 32:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto. 1 Kumkani 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 yabona ndikuzisela intlekele;+ yaye ndiya kutshayela emva kwakho+ ndize ndinqumle kwa-Ahabhi nabani na ochamela eludongeni+ nongeloncedo nongento yanto kwaSirayeli.
36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.
21 yabona ndikuzisela intlekele;+ yaye ndiya kutshayela emva kwakho+ ndize ndinqumle kwa-Ahabhi nabani na ochamela eludongeni+ nongeloncedo nongento yanto kwaSirayeli.