Zekariya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaloo mini,”+ utsho uYehova, “ndiya kuwabetha onke amahashe+ ngokudubadubeka nabakhweli bawo ngempambano;+ naphezu kwendlu kaYuda ndiya kuwavula amehlo am,+ yaye onke amahashe ezizwana ndiya kuwabetha ngobumfama.
4 Ngaloo mini,”+ utsho uYehova, “ndiya kuwabetha onke amahashe+ ngokudubadubeka nabakhweli bawo ngempambano;+ naphezu kwendlu kaYuda ndiya kuwavula amehlo am,+ yaye onke amahashe ezizwana ndiya kuwabetha ngobumfama.