Duteronomi 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Ooyise mabangabulawa ngenxa yabantwana, nabantwana mabangabulawa ngenxa yooyise.+ Ngamnye makabulawe ngesono sakhe.+ Hezekile 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umphefulo owonayo—kuya kufa wona.+ Unyana akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sikayise, noyise akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sonyana.+ Bona kanye ubulungisa belungisa buya kuba phezu kwalo,+ nobungendawo bongendawo buya kuba phezu kwakhe.+
16 “Ooyise mabangabulawa ngenxa yabantwana, nabantwana mabangabulawa ngenxa yooyise.+ Ngamnye makabulawe ngesono sakhe.+
20 Umphefulo owonayo—kuya kufa wona.+ Unyana akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sikayise, noyise akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sonyana.+ Bona kanye ubulungisa belungisa buya kuba phezu kwalo,+ nobungendawo bongendawo buya kuba phezu kwakhe.+