IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 15:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ngonyaka wesibini kaPeka unyana kaRemaliya ukumkani wakwaSirayeli, uYotham+ unyana kaUziya+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.

  • 1 Kronike 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 uAmatsiya+ unyana wakhe, uAzariya+ unyana wakhe, uYotham+ unyana wakhe,

  • 2 Kronike 26:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 U-Uziya+ ukumkani waqhubeka eneqhenqa de kwayimini yokufa kwakhe, yaye wahlala endlwini ekhululekile kwizabelo zakhe, njengoneqhenqa;+ kuba wayahlukanisiwe nendlu kaYehova, ngoxa uYotham unyana wakhe wayongamele indlu kakumkani, egweba abantu belo lizwe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share