IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.”

  • 1 Kumkani 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Umele umnike umkhonzi wakho intliziyo ethobelayo yokugweba+ abantu bakho, ukuqonda phakathi kokulungileyo nokubi;+ kuba ngubani na okwaziyo ukugweba+ esi sizwana sakho silukhuni?”+

  • INdumiso 72:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 72 Owu Thixo, mnike ukumkani izigwebo zakho,+

      Nobulungisa bakho unyana wokumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share