2 Kumkani 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwathi ngonyaka wesine kaKumkani uHezekiya, oko kukuthi, ngonyaka wesixhenxe kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli, uShalmanesere+ ukumkani waseAsiriya wenyuka nxamnye neSamariya waza wayingqinga.+ Hoseya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuvuke ukuxokozela phakathi kwabantu bakho,+ yaye izixeko zakho ezinqatyisiweyo ziya kuphangwa,+ njengoko uShalman wayiphangayo indlu ka-Arbhele, ngomhla wedabi xa kwatyunyuzwa unyoko kunye noonyana bakhe.+
9 Kwathi ngonyaka wesine kaKumkani uHezekiya, oko kukuthi, ngonyaka wesixhenxe kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli, uShalmanesere+ ukumkani waseAsiriya wenyuka nxamnye neSamariya waza wayingqinga.+
14 Kuvuke ukuxokozela phakathi kwabantu bakho,+ yaye izixeko zakho ezinqatyisiweyo ziya kuphangwa,+ njengoko uShalman wayiphangayo indlu ka-Arbhele, ngomhla wedabi xa kwatyunyuzwa unyoko kunye noonyana bakhe.+