INdumiso 104:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Useke umhlaba phezu kweendawo omiswe kuzo;+Awuyi kushukunyiswa ukusa kwixesha elingenammiselo, okanye nangonaphakade.+ INtshumayeli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kumka esinye isizukulwana,+ kufike esinye isizukulwana;+ kodwa umhlaba umi ixesha elingenammiselo.+
5 Useke umhlaba phezu kweendawo omiswe kuzo;+Awuyi kushukunyiswa ukusa kwixesha elingenammiselo, okanye nangonaphakade.+
4 Kumka esinye isizukulwana,+ kufike esinye isizukulwana;+ kodwa umhlaba umi ixesha elingenammiselo.+