2 Samuweli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+ 2 Kumkani 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga.
2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+
4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga.