2 Samuweli 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+
10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+