Eksodus 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UAmram wathabatha uYokebhede udade boyise waba ngumfazi.+ Kamva wamzalela uAron noMoses.+ Yaye iminyaka yobomi buka-Amram yaba likhulu elinamashumi amathathu anesixhenxe eminyaka.
20 UAmram wathabatha uYokebhede udade boyise waba ngumfazi.+ Kamva wamzalela uAron noMoses.+ Yaye iminyaka yobomi buka-Amram yaba likhulu elinamashumi amathathu anesixhenxe eminyaka.