2 Samuweli 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UDavide wabuza+ kuYehova, kodwa yena wathi: “Uze ungenyuki. Jikela emva kwawo, uze ke ufike kuwo ngaphambi kwamatyholo emibhaka.+ IMizekeliso 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uze umgqale yena ezindleleni zakho zonke,+ kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho.+
23 UDavide wabuza+ kuYehova, kodwa yena wathi: “Uze ungenyuki. Jikela emva kwawo, uze ke ufike kuwo ngaphambi kwamatyholo emibhaka.+