Genesis 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza wathi: “Nceda, uthabathe unyana wakho, unyana wakho okuphela kwakhe, omthanda kunene,+ uIsake,+ uze uthabathe uhambo oluya kwilizwe laseMoriya+ yaye apho uze umnikele njengomnikelo otshiswayo kwenye yeentaba endiya kukutyumbela yona.”+ Genesis 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye uAbraham wathi igama laloo ndawo yiYehova-yire. Kungako le nto kudla ngokuthiwa namhlanje: “Entabeni kaYehova kuya kulungiselelwa.”+
2 Waza wathi: “Nceda, uthabathe unyana wakho, unyana wakho okuphela kwakhe, omthanda kunene,+ uIsake,+ uze uthabathe uhambo oluya kwilizwe laseMoriya+ yaye apho uze umnikele njengomnikelo otshiswayo kwenye yeentaba endiya kukutyumbela yona.”+
14 Yaye uAbraham wathi igama laloo ndawo yiYehova-yire. Kungako le nto kudla ngokuthiwa namhlanje: “Entabeni kaYehova kuya kulungiselelwa.”+